Isaya 35:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Iya kuba nemihlali intlango nommandla ongumqwebedu,+ nethafa eliyinkqantosi liya kuvuya lize lityatyambe njengesafroni.+ Isaya 55:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Kuba niya kuphuma ninemihlali,+ kwaye niya kuziswa ninoxolo.+ Iintaba neenduli ziya kuchwayita phambi kwenu ngokumemelela ngovuyo,+ nemithi yasendle iqhwabe izandla yonke.+
35 Iya kuba nemihlali intlango nommandla ongumqwebedu,+ nethafa eliyinkqantosi liya kuvuya lize lityatyambe njengesafroni.+
12 “Kuba niya kuphuma ninemihlali,+ kwaye niya kuziswa ninoxolo.+ Iintaba neenduli ziya kuchwayita phambi kwenu ngokumemelela ngovuyo,+ nemithi yasendle iqhwabe izandla yonke.+