2 Kumkani 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wayithimba iSamariya+ waza wakhokelela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya kwaye wabahlalisa apho eHala+ naseHabhore kuMlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+ Isaya 7:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UYehova uya kukuzisela wena+ nabantu bakho nendlu kayihlo imihla ekungazange kubekho injengayo ukususela kumhla wokumka kukaEfrayim ecaleni kukaYuda,+ oko kukuthi, ukumkani waseAsiriya.+
6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wayithimba iSamariya+ waza wakhokelela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya kwaye wabahlalisa apho eHala+ naseHabhore kuMlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+
17 UYehova uya kukuzisela wena+ nabantu bakho nendlu kayihlo imihla ekungazange kubekho injengayo ukususela kumhla wokumka kukaEfrayim ecaleni kukaYuda,+ oko kukuthi, ukumkani waseAsiriya.+