Yeremiya 30:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Khangela! Kuphume isaqhwithi somoya sikaYehova, umsindo ngokwawo, isivuthuvuthu esitshayela siye phambili.+ Siya kuvuthuza phezu kwentloko yabangendawo.+ 2 Tesalonika 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Oku kuzis’ engqalelweni ukuba kububulungisa kuye uThixo ukubabuyekeza ngembandezelo abo banibandezelayo,+ Yakobi 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba lowo ungenanceba uya kugwetywa ngokungenanceba.+ Kodwa yona inceba iyasongamela isigwebo.
23 Khangela! Kuphume isaqhwithi somoya sikaYehova, umsindo ngokwawo, isivuthuvuthu esitshayela siye phambili.+ Siya kuvuthuza phezu kwentloko yabangendawo.+
6 Oku kuzis’ engqalelweni ukuba kububulungisa kuye uThixo ukubabuyekeza ngembandezelo abo banibandezelayo,+