IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 10:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Oonyana bakaYavan yayinguElishaha+ noTarshishe,+ uKitim+ noDodanim.+

  • 2 Kronike 9:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kuba ukumkani wayeneenqanawa ezazisiya eTarshishe+ kunye nabakhonzi bakaHiram.+ Kanye kwiminyaka emithathu iinqanawa zaseTarshishe zazifika zithwele igolide nesilivere,+ uphondo lwendlovu,+ neenkawu neepikoko.+

  • Isaya 23:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Nasi isibhengezo seTire:+ Bhombolozani, nina zinqanawa zaseTarshishe!+ kuba iphangiwe ekubeni lizibuko, ekubeni yindawo ekungenwa kuyo.+ Bakutyhilelwe kuvela kwilizwe laseKitim.+

  • Yeremiya 10:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yisilivere ekhandwe yangamacwecwe eziswa ivela eTarshishe,+ negolide evela kwaUfazi,+ umsebenzi wengcibi nowezandla zomnyibilikisi; isinxibo sazo singumsonto oluhlaza noboya obudaywe bamfusa bubomvu. Zonke zisisenzo sabantu abangamachule.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share