Isaya 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaye umoya kaYehova umele uhlale phezu kwalo,+ umoya wobulumko+ nowokuqonda,+ umoya wecebo nowamandla,+ umoya wokwazi+ nowokoyika uYehova;+ Zekariya 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngako oko yaphendula yaza yathi kum: “Lilo eli ilizwi likaYehova kuZerubhabheli, lisithi, ‘“Akungamkhosi wamajoni,+ kungengamandla,+ kodwa kungomoya wam,”+ utsho uYehova wemikhosi. IZenzo 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Wandula ke uPetros, ezaliswe ngumoya oyingcwele,+ wathi kubo: “Balawuli babantu namadoda amakhulu, 1 Korinte 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 yaye intetho yam noko ndakushumayelayo kube kungengamazwi eyisayo obulumko kodwa bekungokubonakaliswa komoya namandla,+
2 Kwaye umoya kaYehova umele uhlale phezu kwalo,+ umoya wobulumko+ nowokuqonda,+ umoya wecebo nowamandla,+ umoya wokwazi+ nowokoyika uYehova;+
6 Ngako oko yaphendula yaza yathi kum: “Lilo eli ilizwi likaYehova kuZerubhabheli, lisithi, ‘“Akungamkhosi wamajoni,+ kungengamandla,+ kodwa kungomoya wam,”+ utsho uYehova wemikhosi.
4 yaye intetho yam noko ndakushumayelayo kube kungengamazwi eyisayo obulumko kodwa bekungokubonakaliswa komoya namandla,+