ABagwebi 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Iintaba zagungqa ebusweni bukaYehova,+ISinayi+ le kude nobuso bukaYehova,+ uThixo kaSirayeli.+ INdumiso 97:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Iintaba zanyibilika kanye njengomthwebeba ngenxa kaYehova,+Ngenxa yeNkosi yomhlaba uphela.+