INdumiso 72:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngomhla wakhe uya kuhluma olilungisa,+Nobuninzi boxolo ide ingabi sabakho inyanga.+ Isaya 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokuqinisekileyo uya kugweba phakathi kweentlanga+ aze alungelelanise imicimbi+ phakathi kwezizwana ezininzi.+ Ziwakhande amakrele azo abe ngamakhuba nemikhonto yazo ibe zizikere zokuthena imithi.+ Uhlanga aluyi kuphakamisela uhlanga ikrele, zingayi kuphinda zifunde nemfazwe kwakhona.+ Isaya 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Akayi kuyeka ukuphatha njengenkosana, noxolo+ aluyi kuphela+ etroneni kaDavide+ nasebukumkanini bakhe ukuze bumiselwe ngokuqinileyo+ nokuze buxhaswe ngokusesikweni+ nangobulungisa,+ ukususela ngoku kuse kwixesha elingenammiselo. Yona kanye inzondelelo kaYehova wemikhosi iya kukwenza oku.+ Isaya 60:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Akuyi kuba saviwa lugonyamelo elizweni lakho, ukuphangwa nokuwa phakathi kwemida yakho.+ Kwaye ngokuqinisekileyo uya kubiza iindonga zakho ngokuthi uSindiso+ namasango akho uthi iNdumiso. Mateyu 26:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Ngoko uYesu wathi kuye: “Buyisela ikrele lakho endaweni yalo,+ kuba bonke abathabatha ikrele baya kutshabalala ngekrele.+ Efese 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 kuba sizamazamana,+ kungekhona negazi nenyama, kodwa noorhulumente,+ namagunya,+ nabalawuli+ behlabathi bobu bumnyama, kwanemikhosi yoomoya+ abangendawo kwezasezulwini iindawo.
4 Ngokuqinisekileyo uya kugweba phakathi kweentlanga+ aze alungelelanise imicimbi+ phakathi kwezizwana ezininzi.+ Ziwakhande amakrele azo abe ngamakhuba nemikhonto yazo ibe zizikere zokuthena imithi.+ Uhlanga aluyi kuphakamisela uhlanga ikrele, zingayi kuphinda zifunde nemfazwe kwakhona.+
7 Akayi kuyeka ukuphatha njengenkosana, noxolo+ aluyi kuphela+ etroneni kaDavide+ nasebukumkanini bakhe ukuze bumiselwe ngokuqinileyo+ nokuze buxhaswe ngokusesikweni+ nangobulungisa,+ ukususela ngoku kuse kwixesha elingenammiselo. Yona kanye inzondelelo kaYehova wemikhosi iya kukwenza oku.+
18 “Akuyi kuba saviwa lugonyamelo elizweni lakho, ukuphangwa nokuwa phakathi kwemida yakho.+ Kwaye ngokuqinisekileyo uya kubiza iindonga zakho ngokuthi uSindiso+ namasango akho uthi iNdumiso.
52 Ngoko uYesu wathi kuye: “Buyisela ikrele lakho endaweni yalo,+ kuba bonke abathabatha ikrele baya kutshabalala ngekrele.+
12 kuba sizamazamana,+ kungekhona negazi nenyama, kodwa noorhulumente,+ namagunya,+ nabalawuli+ behlabathi bobu bumnyama, kwanemikhosi yoomoya+ abangendawo kwezasezulwini iindawo.