IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 26:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ngoko uYesu wathi kubo: “Nonke niya kukhubeka ngam ngobu busuku, kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Ndiza kumbetha umalusi, yaye izimvu zomhlambi ziya kuchithachithwa.’+

  • Mateyu 26:67
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 67 Ngoko bamtshicela ebusweni+ baza bambetha+ ngamanqindi. Abanye bammpakaza ebusweni,+

  • Mateyu 27:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Kwaye amtshicela+ aza athabatha ingcongolo, ambetha entloko.

  • Marko 14:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Kwaye uYesu wathi kubo: “Niya kukhubeka nonke, ngenxa yokuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Ndiza kubetha umalusi,+ yaye izimvu ziya kuchithachithwa.’+

  • Yohane 18:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Emva kokutsho ezi zinto, omnye wamagosa owayemi khona apho wammpakaza+ uYesu ebusweni waza wathi: “Ngaba leyo yindlela ophendula ngayo umbingeleli oyintloko?”

  • Yohane 19:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 kwaye eza kuye esithi: “Bhota, Kumkani wamaYuda!” Kanjalo, ayemmpakaza ebusweni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share