Duteronomi 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Maze kungafunyanwa namnye kuwe udlulisa unyana wakhe okanye intombi yakhe emlilweni,+ novumisayo,+ noqhelisela umlingo,+ nohlaba izihlabo+ nokhafulayo,+ Isaya 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba ubashiyile abantu bakho, indlu kaYakobi.+ Kuba bazele koko kuvela eMpuma,+ baqhelisela umlingo+ njengamaFilisti, yaye baphuphuma ngabantwana basemzini.+ Isaya 8:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ukuba ke kunokwenzeka bathi kuni: “Celani kwabaneshologu+ okanye kwabo banomoya wokuxela kwangaphambili abatswitswizayo+ nabathetha amazwi ngesandi esiphantsi,” abafanelanga na abantu bacele kuThixo wabo?+ [Kufanele kucelwe] kubantu abafileyo na ngenxa yabantu abaphilayo?+ ISityhilelo 22:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngaphandle zizinja+ nabo basebenzelana nemimoya+ nabahenyuzi+ nababulali nabanquli-zithixo naye wonk’ ubani othanda noqhubeka nobuxoki.’+
10 Maze kungafunyanwa namnye kuwe udlulisa unyana wakhe okanye intombi yakhe emlilweni,+ novumisayo,+ noqhelisela umlingo,+ nohlaba izihlabo+ nokhafulayo,+
6 Kuba ubashiyile abantu bakho, indlu kaYakobi.+ Kuba bazele koko kuvela eMpuma,+ baqhelisela umlingo+ njengamaFilisti, yaye baphuphuma ngabantwana basemzini.+
19 Ukuba ke kunokwenzeka bathi kuni: “Celani kwabaneshologu+ okanye kwabo banomoya wokuxela kwangaphambili abatswitswizayo+ nabathetha amazwi ngesandi esiphantsi,” abafanelanga na abantu bacele kuThixo wabo?+ [Kufanele kucelwe] kubantu abafileyo na ngenxa yabantu abaphilayo?+
15 Ngaphandle zizinja+ nabo basebenzelana nemimoya+ nabahenyuzi+ nababulali nabanquli-zithixo naye wonk’ ubani othanda noqhubeka nobuxoki.’+