Yeremiya 6:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ntombi yabantu bam, bhinqa irhonya+ uze uzibhuqabhuqe eluthuthwini.+ Ukuzila kwakho kwenze kube njengokonyana okukuphela kwakhe, isijwili sobukrakra;+ ngenxa yokuba siya kufikelwa ngumphangi ngequbuliso.+ Hezekile 27:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngokuqinisekileyo baya kulivakalisa kuwe ilizwi labo, badanduluke ngokukrakra.+ Yaye baya kugalela uthuli ezintlokweni zabo.+ Baya kuzibhuqabhuqa eluthuthwini.+
26 Ntombi yabantu bam, bhinqa irhonya+ uze uzibhuqabhuqe eluthuthwini.+ Ukuzila kwakho kwenze kube njengokonyana okukuphela kwakhe, isijwili sobukrakra;+ ngenxa yokuba siya kufikelwa ngumphangi ngequbuliso.+
30 Ngokuqinisekileyo baya kulivakalisa kuwe ilizwi labo, badanduluke ngokukrakra.+ Yaye baya kugalela uthuli ezintlokweni zabo.+ Baya kuzibhuqabhuqa eluthuthwini.+