INdumiso 103:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Njengokuba kude kwempumalanga entshonalanga,+Kunjalo ukukukhwelelisa kwakhe kude nathi ukunxaxha kwethu.+ Isaya 38:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Khangela! Uxolo lwam lwalububukrakra,+ ewe, ubukrakra;Yaye wena uye wanamathela emphefumlweni wam waza wawugcina emhadini wokudilika.+Kuba uziphose emva kwakho zonke izono zam.+ Isaya 55:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+ Yeremiya 31:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 “Abayi kuba safundisana ngamnye iqabane lakhe nomnye umntakwabo,+ besithi, ‘Mazini uYehova!’+ kuba bonke baya kundazi, ukususela koyena mncinane nokusa koyena mkhulu kubo,”+ utsho uYehova. “Kuba ndiya kusixolela isiphoso sabo, nesono sabo andiyi kuba sasikhumbula.”+ Yeremiya 50:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Ngaloo mihla nangelo xesha,”+ utsho uYehova, “isiphoso sikaSirayeli siya kufunwa,+ kodwa asiyi kubakho; nezono zikaYuda,+ kodwa aziyi kufumaneka, kuba ndiya kubaxolela abo ndibashiyileyo.”+
12 Njengokuba kude kwempumalanga entshonalanga,+Kunjalo ukukukhwelelisa kwakhe kude nathi ukunxaxha kwethu.+
17 Khangela! Uxolo lwam lwalububukrakra,+ ewe, ubukrakra;Yaye wena uye wanamathela emphefumlweni wam waza wawugcina emhadini wokudilika.+Kuba uziphose emva kwakho zonke izono zam.+
7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+
34 “Abayi kuba safundisana ngamnye iqabane lakhe nomnye umntakwabo,+ besithi, ‘Mazini uYehova!’+ kuba bonke baya kundazi, ukususela koyena mncinane nokusa koyena mkhulu kubo,”+ utsho uYehova. “Kuba ndiya kusixolela isiphoso sabo, nesono sabo andiyi kuba sasikhumbula.”+
20 “Ngaloo mihla nangelo xesha,”+ utsho uYehova, “isiphoso sikaSirayeli siya kufunwa,+ kodwa asiyi kubakho; nezono zikaYuda,+ kodwa aziyi kufumaneka, kuba ndiya kubaxolela abo ndibashiyileyo.”+