IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 47:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ufanele ubutyhile ubuze bakho.+ Ungcikivo lwakho lufanele lubonwe.+ Ndiya kuphindezela,+ ndingahlangabezi mntu ngobubele.

  • Yeremiya 13:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Nam ndiya kuyiphakamisela ebusweni bakho imibhinqo yakho, kwaye ngokuqinisekileyo liya kubonwa ihlazo lakho,+

  • Hezekile 16:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 ke ngoko yabona, ndiqokelela ndawonye bonke abo uthandana nabo owawuyolisa kubo nabo bonke abo wawubathanda kunye nabo wawubathiyile, yaye ndiza kubaqokelela ndawonye nxamnye nawe bevela macala onke ndize ndibutyhile ubuze bakho kubo, babubone bonke ubuze bakho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share