INdumiso 74:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Imiqondiso yethu asiyibonanga; akusekho mprofeti,+Kuthi akukho bani waziyo ukuba kuya kude kube nini na. Hezekile 13:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 ke ngoko aniyi kuqhubeka nibona okungeyonyaniso,+ yaye anisayi+ kuba savumisa+ nokuvumisa;+ kwaye ndiza kubahlangula abantu bam esandleni senu,+ ukuze nazi ukuba ndinguYehova.’”+
9 Imiqondiso yethu asiyibonanga; akusekho mprofeti,+Kuthi akukho bani waziyo ukuba kuya kude kube nini na.
23 ke ngoko aniyi kuqhubeka nibona okungeyonyaniso,+ yaye anisayi+ kuba savumisa+ nokuvumisa;+ kwaye ndiza kubahlangula abantu bam esandleni senu,+ ukuze nazi ukuba ndinguYehova.’”+