Zefaniya 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Uya kolulela isandla sakhe ngasemntla, ayitshabalalise iAsiriya.+ NeNineve uya kuyenza inkangala ephanzileyo,+ ummandla ongumqwebedu njengentlango.
13 “Uya kolulela isandla sakhe ngasemntla, ayitshabalalise iAsiriya.+ NeNineve uya kuyenza inkangala ephanzileyo,+ ummandla ongumqwebedu njengentlango.