INdumiso 37:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kusele ithutyana, angabikho ongendawo;+Uya kuyikhangela indawo yakhe, abe engekho.+ INdumiso 109:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Izizukulwana zakhe mazibe zezokunqunyulwa.+Lisuswe igama lazo kwisizukulwana esilandelayo.+ Mateyu 25:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Kwaye aba baya kumka baye kwintshabalalo engunaphakade,+ kodwa bona abangamalungisa baye ebomini obungunaphakade.”+
46 Kwaye aba baya kumka baye kwintshabalalo engunaphakade,+ kodwa bona abangamalungisa baye ebomini obungunaphakade.”+