Yeremiya 50:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Nqumlani umhlwayeli eBhabhiloni,+ nalowo uphatha irhengqa ngexesha lokuvuna. Ngenxa yekrele elidlavulayo ngamnye uya kujikela abantu bakowabo, ngamnye uya kusabela kwilizwe lakowabo.+ Zefaniya 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Uya kolulela isandla sakhe ngasemntla, ayitshabalalise iAsiriya.+ NeNineve uya kuyenza inkangala ephanzileyo,+ ummandla ongumqwebedu njengentlango.
16 Nqumlani umhlwayeli eBhabhiloni,+ nalowo uphatha irhengqa ngexesha lokuvuna. Ngenxa yekrele elidlavulayo ngamnye uya kujikela abantu bakowabo, ngamnye uya kusabela kwilizwe lakowabo.+
13 “Uya kolulela isandla sakhe ngasemntla, ayitshabalalise iAsiriya.+ NeNineve uya kuyenza inkangala ephanzileyo,+ ummandla ongumqwebedu njengentlango.