IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 47:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Thabatha ilitye lokuguba+ uze usile umgubo. Tyhila isigqubuthelo sakho.+ Hluba umbhinqo wakho omde.+ Tyhila umlenze.+ Wela imilambo.

  • Yeremiya 13:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Naxa uya kuthi entliziyweni yakho,+‘Kutheni na ndisehlelwa zezi zinto nje?’+ ngenxa yobuninzi beziphoso zakho imibhinqo yakho ihlutyiwe;+ izithende zakho ziphethwe ngogonyamelo.

  • Hezekile 16:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 ke ngoko yabona, ndiqokelela ndawonye bonke abo uthandana nabo owawuyolisa kubo nabo bonke abo wawubathanda kunye nabo wawubathiyile, yaye ndiza kubaqokelela ndawonye nxamnye nawe bevela macala onke ndize ndibutyhile ubuze bakho kubo, babubone bonke ubuze bakho.+

  • ISityhilelo 17:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Iimpondo ezilishumi+ ozibonileyo, nerhamncwa,+ ngabo baya kulithiya ihenyukazi,+ baliphanzise, balihlube libe ze, bazidle iinxalenye zenyama yalo baze balitshise ngokupheleleyo ngomlilo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share