Genesis 10:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Oonyana bakaHam yayinguKushe+ noMitserayim+ noPuti+ noKanan.+ 2 Kronike 16:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 AmaTiyopiya+ namaLibhiya+ ebengengomkhosi omkhulu wamajoni amaninzi kakhulu, eneenqwelo nabakhweli-mahashe;+ yaye ngenxa yokwayama kwakho kuYehova akazange awanikele esandleni sakho?+ Yeremiya 46:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Nyukani, nina mahashe; nidlongozele, nina zinqwelo! Makaphume amadoda anamandla, uKushe+ noPuti,+ abaphatha ikhaka, namaLudi,+ aphatha nagoba isaphetha. Hezekile 27:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 AmaPersi+ namaLudi+ namaPuti+—ayesemkhosini wakho, amadoda akho emfazwe. Ayexhoma kuwe ikhaka nesigcina-ntloko.+ Yayingawo awayekubangela ube nobungangamsha.
8 AmaTiyopiya+ namaLibhiya+ ebengengomkhosi omkhulu wamajoni amaninzi kakhulu, eneenqwelo nabakhweli-mahashe;+ yaye ngenxa yokwayama kwakho kuYehova akazange awanikele esandleni sakho?+
9 Nyukani, nina mahashe; nidlongozele, nina zinqwelo! Makaphume amadoda anamandla, uKushe+ noPuti,+ abaphatha ikhaka, namaLudi,+ aphatha nagoba isaphetha.
10 AmaPersi+ namaLudi+ namaPuti+—ayesemkhosini wakho, amadoda akho emfazwe. Ayexhoma kuwe ikhaka nesigcina-ntloko.+ Yayingawo awayekubangela ube nobungangamsha.