2 Kumkani 18:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke kaloku, khangela! ukholose ngenkxaso yale ngcongolo ityumkileyo,+ iYiputa,+ leyo, ukuba umntu unokuxhathisa ngayo, ngokuqinisekileyo ingangena entendeni yakhe ize iyihlabe. Unjalo uFaro+ ukumkani waseYiputa kubo bonke abo bakholose ngaye.
21 Ke kaloku, khangela! ukholose ngenkxaso yale ngcongolo ityumkileyo,+ iYiputa,+ leyo, ukuba umntu unokuxhathisa ngayo, ngokuqinisekileyo ingangena entendeni yakhe ize iyihlabe. Unjalo uFaro+ ukumkani waseYiputa kubo bonke abo bakholose ngaye.