INdumiso 119:120 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 120 Inyama yam iye yankwantya ngokunkwantyiswa kuwe;+Nangenxa yezigwebo zakho ndiye ndoyika.+ Yeremiya 23:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngokubhekisele kubaprofeti, intliziyo yam yaphukile ngaphakathi kwam. Onke amathambo am aqalise ukungcangcazela. Ndiye ndaba njengendoda enxilileyo,+ nanjengendoda eyomeleleyo eyoyiswa yiwayini, ngenxa kaYehova nangenxa yamazwi akhe angcwele. Daniyeli 8:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Mna ke, Daniyeli, ndaphelelwa ngamandla ndaza ndagula kangangeentsuku ezithile.+ Ndandula ke ndavuka ndaza ndenza umsebenzi endandiwuphathiswe ngukumkani;+ kodwa ndaba ndindisholo ngenxa yaloo mbono, kwaye kungekho bani uwuqondayo.+
9 Ngokubhekisele kubaprofeti, intliziyo yam yaphukile ngaphakathi kwam. Onke amathambo am aqalise ukungcangcazela. Ndiye ndaba njengendoda enxilileyo,+ nanjengendoda eyomeleleyo eyoyiswa yiwayini, ngenxa kaYehova nangenxa yamazwi akhe angcwele.
27 Mna ke, Daniyeli, ndaphelelwa ngamandla ndaza ndagula kangangeentsuku ezithile.+ Ndandula ke ndavuka ndaza ndenza umsebenzi endandiwuphathiswe ngukumkani;+ kodwa ndaba ndindisholo ngenxa yaloo mbono, kwaye kungekho bani uwuqondayo.+