INdumiso 42:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kutheni na uphelelwe lithemba, mphefumlo wam,+Kutheni na uxokozela ngaphakathi kum?+Lindela kuThixo,+Kuba ndisaya kumbonga njengosindiso oluzukileyo lwam siqu.+ Isaya 26:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Hambani, bantu bam, ningene emagumbini enu angaphakathi, nize nivale iingcango zenu emva kwenu.+ Zifihleni umzuzwana kude kudlule isiqalekiso.+ IZililo 3:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kulungile ukuba ubani alulindele,+ ethe cwaka,+ usindiso lukaYehova.+
5 Kutheni na uphelelwe lithemba, mphefumlo wam,+Kutheni na uxokozela ngaphakathi kum?+Lindela kuThixo,+Kuba ndisaya kumbonga njengosindiso oluzukileyo lwam siqu.+
20 “Hambani, bantu bam, ningene emagumbini enu angaphakathi, nize nivale iingcango zenu emva kwenu.+ Zifihleni umzuzwana kude kudlule isiqalekiso.+