1 Samuweli 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waza uHana wahlabela mgama ethandaza+ wathi:“Intliziyo yam iyagcoba ngoYehova,+Eneneni uphondo lwam luphakanyisiwe ngoYehova.+Umlomo wam uvuleke kakhulu nxamnye neentshaba zam,Kuba ndinemihlali ngosindiso lwakho.+ Isaya 61:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nakanjani na ndiya kugcoba ngoYehova.+ Umphefumlo wam uya kuvuya ngoThixo wam.+ Kuba undambese ngezambatho zosindiso;+ undisongele ngesambatho esingenamikhono sobulungisa,+ njengomyeni onesigqubuthelo sentloko njengombingeleli,+ nanjengomtshakazi ozivathisa ngezinto zakhe zokuhomba.+ Roma 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 esithe ngaye sazuza+ ububele obungasifanelanga ngokholo; yaye masigcobe, ngokusekelwe kwithemba+ lozuko lukaThixo. Roma 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye akuphelelanga apho, kodwa siyagcoba kuThixo ngeNkosi yethu uYesu Kristu, lowo ngoku esithe ngaye safumana uxolelaniso.+
2 Waza uHana wahlabela mgama ethandaza+ wathi:“Intliziyo yam iyagcoba ngoYehova,+Eneneni uphondo lwam luphakanyisiwe ngoYehova.+Umlomo wam uvuleke kakhulu nxamnye neentshaba zam,Kuba ndinemihlali ngosindiso lwakho.+
10 Nakanjani na ndiya kugcoba ngoYehova.+ Umphefumlo wam uya kuvuya ngoThixo wam.+ Kuba undambese ngezambatho zosindiso;+ undisongele ngesambatho esingenamikhono sobulungisa,+ njengomyeni onesigqubuthelo sentloko njengombingeleli,+ nanjengomtshakazi ozivathisa ngezinto zakhe zokuhomba.+
2 esithe ngaye sazuza+ ububele obungasifanelanga ngokholo; yaye masigcobe, ngokusekelwe kwithemba+ lozuko lukaThixo.
11 Yaye akuphelelanga apho, kodwa siyagcoba kuThixo ngeNkosi yethu uYesu Kristu, lowo ngoku esithe ngaye safumana uxolelaniso.+