INtshumayeli 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba umntu+ akalazi ixesha lakhe.+ Kanye njengeentlanzi ezibanjiswa ngomnatha ombi,+ neentaka ezibanjiswa ngesibatha,+ banjalo ukurhintyelwa kwabo oonyana babantu ngexesha lentlekele,+ xa libawela ngequbuliso.+
12 Kuba umntu+ akalazi ixesha lakhe.+ Kanye njengeentlanzi ezibanjiswa ngomnatha ombi,+ neentaka ezibanjiswa ngesibatha,+ banjalo ukurhintyelwa kwabo oonyana babantu ngexesha lentlekele,+ xa libawela ngequbuliso.+