2 Kronike 36:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe. Nahum 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye kuya kuthi wonk’ ubani okubonayo asabe emke kuwe+ uze ngokuqinisekileyo uthi, ‘INineve iphangiwe! Ngubani na oya kuvelana nayo?’ Ndiya kukufunela phi na abathuthuzeli?
17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe.
7 Yaye kuya kuthi wonk’ ubani okubonayo asabe emke kuwe+ uze ngokuqinisekileyo uthi, ‘INineve iphangiwe! Ngubani na oya kuvelana nayo?’ Ndiya kukufunela phi na abathuthuzeli?