IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 19:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kwathi ngomhla wesithathu, kwakusa, kwabakho iindudumo nemibane,+ nelifu elinzima+ phezu kwentaba nesandi esikhulu sesigodlo,+ bangcangcazela bonke abantu ababesenkampini.+

  • INdumiso 18:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Waza uYehova waqalisa ukududuma esemazulwini,+

      Yaye Oyena Uphakamileyo waqalisa ukukhupha ilizwi lakhe,+

      Isichotho namalahle avuthayo omlilo.

  • Hebhere 12:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kuba anisondelanga kwinto enokuphathwa+ netshiswe ngomlilo,+ nakwilifu elimnyama nesithokothoko sobumnyama nesivuthuvuthu,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share