Isaya 40:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Thethani kuyo iYerusalem+ nize nimemeze kuyo nithi inkonzo yayo yasemkhosini izalisekile,+ nithi isiphoso sayo sihlawulelwe.+ Kuba yamkele esandleni sikaYehova umlinganiselo opheleleyo ngezono zayo zonke.”+ Zekariya 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuya kuthi ke kanye njengoko naba sisiqalekiso phakathi kweentlanga,+ nina ndlu kaYuda nendlu kaSirayeli,+ ndiya kunisindisa, kwaye nimele nibe yintsikelelo.+ Musani ukoyika.+ Ngamana zingomelela izandla zenu.’+
2 “Thethani kuyo iYerusalem+ nize nimemeze kuyo nithi inkonzo yayo yasemkhosini izalisekile,+ nithi isiphoso sayo sihlawulelwe.+ Kuba yamkele esandleni sikaYehova umlinganiselo opheleleyo ngezono zayo zonke.”+
13 Kuya kuthi ke kanye njengoko naba sisiqalekiso phakathi kweentlanga,+ nina ndlu kaYuda nendlu kaSirayeli,+ ndiya kunisindisa, kwaye nimele nibe yintsikelelo.+ Musani ukoyika.+ Ngamana zingomelela izandla zenu.’+