Mika 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Notshaba lwam luya kubona, lugutyungelwe lihlazo,+ olwalusithi kum: “Uphi na, uYehova uThixo wakho?”+ Amehlo am aya kukhangela kulo.+ Ke kaloku luya kuba yindawo yokunyathelwa, njengodaka lwezitrato.+ Zekariya 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba yabona, ndiya kuzilingisa ngesandla sam,+ yaye kuya kufuneka zibe lixhoba lamakhoboka azo.’+ Kwaye ngokuqinisekileyo nina niya kwazi ukuba uYehova wemikhosi undithumile.+ Roma 8:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ngubani na oya kubeka isimangalo nxamnye nabo banyuliweyo bakaThixo?+ UThixo nguLowo ubavakalisa bengamalungisa.+
10 Notshaba lwam luya kubona, lugutyungelwe lihlazo,+ olwalusithi kum: “Uphi na, uYehova uThixo wakho?”+ Amehlo am aya kukhangela kulo.+ Ke kaloku luya kuba yindawo yokunyathelwa, njengodaka lwezitrato.+
9 Kuba yabona, ndiya kuzilingisa ngesandla sam,+ yaye kuya kufuneka zibe lixhoba lamakhoboka azo.’+ Kwaye ngokuqinisekileyo nina niya kwazi ukuba uYehova wemikhosi undithumile.+
33 Ngubani na oya kubeka isimangalo nxamnye nabo banyuliweyo bakaThixo?+ UThixo nguLowo ubavakalisa bengamalungisa.+