Isaya 41:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Musa ukoyika, kuba ndinawe.+ Musa ukubhekabheka, kuba ndinguThixo wakho.+ Ndiza kukuqinisa.+ Ndiza kukunceda ngokwenene.+ Ndiza kukubamba nkqi ngokwenene ngesandla sam sasekunene+ sobulungisa.’+ Zekariya 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuya kuthi ke kanye njengoko naba sisiqalekiso phakathi kweentlanga,+ nina ndlu kaYuda nendlu kaSirayeli,+ ndiya kunisindisa, kwaye nimele nibe yintsikelelo.+ Musani ukoyika.+ Ngamana zingomelela izandla zenu.’+
10 Musa ukoyika, kuba ndinawe.+ Musa ukubhekabheka, kuba ndinguThixo wakho.+ Ndiza kukuqinisa.+ Ndiza kukunceda ngokwenene.+ Ndiza kukubamba nkqi ngokwenene ngesandla sam sasekunene+ sobulungisa.’+
13 Kuya kuthi ke kanye njengoko naba sisiqalekiso phakathi kweentlanga,+ nina ndlu kaYuda nendlu kaSirayeli,+ ndiya kunisindisa, kwaye nimele nibe yintsikelelo.+ Musani ukoyika.+ Ngamana zingomelela izandla zenu.’+