1 Kronike 29:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Kanti, ndingubani na mna+ yaye bangoobani na abantu bam, ukuba side sibe namandla okwenza iminikelo yokuzithandela elolu hlobo kuwe?+ Kuba yonk’ into ivela kuwe,+ sikunike esikuthabathe esandleni sakho. INdumiso 24:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 NgokaYehova umhlaba noko kuwuzalisileyo,+Umhlaba onemveliso nabo bahlala kuwo.+
14 “Kanti, ndingubani na mna+ yaye bangoobani na abantu bam, ukuba side sibe namandla okwenza iminikelo yokuzithandela elolu hlobo kuwe?+ Kuba yonk’ into ivela kuwe,+ sikunike esikuthabathe esandleni sakho.