Yeremiya 26:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kuphela nje nifanele nazi ngandlela zonke ukuba, ukuba niyandibulala, nibeka igazi elimsulwa phezu kwenu naphezu kwesi sixeko naphezu kwabemi baso,+ kuba ngokwenyaniso uYehova undithumile ukuba ndithethe ezindlebeni zenu onke la mazwi.”+ Zekariya 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Anifanele nithobele amazwi+ uYehova awawamemeza ngabaprofeti bangaphambili na,+ ngoxa iYerusalem yayisenabemi, yaye ihleli ngokukhululeka, nezixeko zayo macala onke, nangoxa iNegebhi+ neShefela+ zazisenabemi na?’”
15 Kuphela nje nifanele nazi ngandlela zonke ukuba, ukuba niyandibulala, nibeka igazi elimsulwa phezu kwenu naphezu kwesi sixeko naphezu kwabemi baso,+ kuba ngokwenyaniso uYehova undithumile ukuba ndithethe ezindlebeni zenu onke la mazwi.”+
7 Anifanele nithobele amazwi+ uYehova awawamemeza ngabaprofeti bangaphambili na,+ ngoxa iYerusalem yayisenabemi, yaye ihleli ngokukhululeka, nezixeko zayo macala onke, nangoxa iNegebhi+ neShefela+ zazisenabemi na?’”