Genesis 22:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngembewu yakho+ zonke iintlanga zomhlaba kuba uliphulaphule ilizwi lam.’”+ Isaya 19:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngaloo mini uSirayeli uya kuba ngowesithathu kunye neYiputa neAsiriya,+ oko kukuthi, intsikelelo phakathi komhlaba,+
18 Yaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngembewu yakho+ zonke iintlanga zomhlaba kuba uliphulaphule ilizwi lam.’”+
24 Ngaloo mini uSirayeli uya kuba ngowesithathu kunye neYiputa neAsiriya,+ oko kukuthi, intsikelelo phakathi komhlaba,+