Yeremiya 23:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko ke utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli nxamnye nabalusi abalusa abantu bam ukuthi: “Nina nizichithachithile izimvu zam; nazisasaza, anazinikela ngqalelo.”+ “Yabonani, ndiphethulela ingqalelo yam kuni ngenxa yobubi bezenzo zenu,”+ utsho uYehova. Hezekile 34:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Izimvu zam zalahlekela ezintabeni zonke nakuzo zonke iinduli eziphakamileyo;+ izimvu zam zachithachitheka emhlabeni wonke,+ kungekho bani uzikhangelayo yaye kungekho bani ufuna ukuzifumana. Mateyu 9:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Akubona izihlwele wazisizela,+ ngenxa yokuba zazihlinzekile, zilahliwe njengezimvu ezingenamalusi.+
2 Ngoko ke utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli nxamnye nabalusi abalusa abantu bam ukuthi: “Nina nizichithachithile izimvu zam; nazisasaza, anazinikela ngqalelo.”+ “Yabonani, ndiphethulela ingqalelo yam kuni ngenxa yobubi bezenzo zenu,”+ utsho uYehova.
6 Izimvu zam zalahlekela ezintabeni zonke nakuzo zonke iinduli eziphakamileyo;+ izimvu zam zachithachitheka emhlabeni wonke,+ kungekho bani uzikhangelayo yaye kungekho bani ufuna ukuzifumana.
36 Akubona izihlwele wazisizela,+ ngenxa yokuba zazihlinzekile, zilahliwe njengezimvu ezingenamalusi.+