IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 23:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 “Yeha ke abalusi abatshabalalisa nabachithachitha izimvu zedlelo lam!”+ utsho uYehova.

  • Hezekile 13:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Nyana womntu, profeta ngokuphathelele abaprofeti bakwaSirayeli abaprofetayo,+ yaye umele uthi kwabo baprofeta okusuka entliziyweni yabo,+ ‘Liveni ilizwi likaYehova.+

  • Mateyu 23:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Yeha nina, babhali nabaFarisi, bahanahanisindini! ngenxa yokuba nibuvala+ ubukumkani bamazulu phambi kwabantu; kuba nina+ ngokwenu aningeni, kwaye anibavumeli nabo basendleleni engenayo ukuba bangene.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share