Zefaniya 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yabona, ndenza okuthile nxamnye nabo bakuxhwalekisayo, ngelo xesha;+ yaye ndiza kumsindisa ojingxelayo,+ nalowo usasazekileyo ndiya kumqokelela ndawonye.+ Kwaye ndiza kubamisa njengendumiso nanjengegama kuwo onke amazwe abahlaziswa kuwo.
19 Yabona, ndenza okuthile nxamnye nabo bakuxhwalekisayo, ngelo xesha;+ yaye ndiza kumsindisa ojingxelayo,+ nalowo usasazekileyo ndiya kumqokelela ndawonye.+ Kwaye ndiza kubamisa njengendumiso nanjengegama kuwo onke amazwe abahlaziswa kuwo.