INdumiso 46:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Yekani, nazi ukuba ndinguThixo.+Ndiya kuphakanyiswa phakathi kweentlanga,+Ndiya kuphakanyiswa emhlabeni.”+ Habhakuki 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa uYehova usetempileni yakhe engcwele.+ Mawuthi cwaka phambi kwakhe, umhlaba wonke!’”+ Zefaniya 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yithi cwaka phambi kweNkosi enguMongami uYehova;+ kuba imini kaYehova ikufuphi,+ kuba uYehova uwulungisile umbingelelo;+ ubangcwalisile+ abamenyiweyo bakhe.
10 “Yekani, nazi ukuba ndinguThixo.+Ndiya kuphakanyiswa phakathi kweentlanga,+Ndiya kuphakanyiswa emhlabeni.”+
7 Yithi cwaka phambi kweNkosi enguMongami uYehova;+ kuba imini kaYehova ikufuphi,+ kuba uYehova uwulungisile umbingelelo;+ ubangcwalisile+ abamenyiweyo bakhe.