IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 78:65
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 65 Wandula ke uYehova wavuka ekulaleni kwakhe,+

      Njengalowo unamandla xa eqabuka kwiwayini.+

  • Isaya 26:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kuba, khangela! uYehova uyeza evela endaweni yakhe ukuze aphendulise ngesiphoso sommi welizwe nxamnye naye,+ ibe ngokuqinisekileyo ilizwe liya kulubhenca uphalazo-gazi lwalo+ kwaye aliyi kuba sabagubungela ababuleweyo balo.”+

  • Zefaniya 3:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “‘Ngoko ke hlalani nilindele kum,’+ utsho uYehova, ‘de ibe yimini yokuvuka kwam ukuba ndithimbe,+ kuba isigwebo sam kukuhlanganisa iintlanga,+ kukuba ndiqokelele ndawonye izikumkani, ukuze ndithululele kuzo isiqalekiso sam,+ wonke umsindo wam ovuthayo; kuba umhlaba wonke uya kuqwengwa ngumlilo wenzondelelo yam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share