Genesis 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye ndiya+ kubeka ubutshaba+ phakathi kwakho+ nomfazi+ naphakathi kwembewu yakho+ nembewu yakhe.+ Yona+ iya kukutyumza+ intloko+ uze wena+ uyityumze+ isithende.”+ Mateyu 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Xa wabona abaninzi babaFarisi nabaSadusi+ besiza elubhaptizweni, wathi kubo: “Nzalandini yamarhamba,+ ngubani na onicebisileyo ukuba niyisabe ingqumbo ezayo?+ Mateyu 12:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Nzalandini yamarhamba,+ ningathini na ukuthetha izinto ezilungileyo, ningabangendawo nje?+ Kuba umlomo uthetha ngokuphuphuma kwentliziyo.+ Luka 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko ke wathi kuzo izihlwele ezaziphuma ukuba zibhaptizwe nguye: “Nzalandini yamarhamba,+ ngubani na onicebise ukuba nisabe kwingqumbo ezayo?+
15 Yaye ndiya+ kubeka ubutshaba+ phakathi kwakho+ nomfazi+ naphakathi kwembewu yakho+ nembewu yakhe.+ Yona+ iya kukutyumza+ intloko+ uze wena+ uyityumze+ isithende.”+
7 Xa wabona abaninzi babaFarisi nabaSadusi+ besiza elubhaptizweni, wathi kubo: “Nzalandini yamarhamba,+ ngubani na onicebisileyo ukuba niyisabe ingqumbo ezayo?+
34 Nzalandini yamarhamba,+ ningathini na ukuthetha izinto ezilungileyo, ningabangendawo nje?+ Kuba umlomo uthetha ngokuphuphuma kwentliziyo.+
7 Ngoko ke wathi kuzo izihlwele ezaziphuma ukuba zibhaptizwe nguye: “Nzalandini yamarhamba,+ ngubani na onicebise ukuba nisabe kwingqumbo ezayo?+