Mateyu 10:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kwaye ningaboyiki+ abo babulala umzimba kodwa bengenako ukubulala umphefumlo; kodwa kunoko yoyikani lowo+ unako ukutshabalalisa kokubini umphefumlo nomzimba eGehena.+ Marko 12:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Ngabo abaqwenga izindlu+ zabahlolokazi baze ngokunyhwalaza benze imithandazo emide; baya kufumana umgwebo oqatha ngakumbi.”+ Luka 12:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa ndiza kunibonisa lowo wokoyikwa: Yoyikani+ lowo uthi emva kokubulala abe negunya lokuphosa eGehena.+ Ewe, ndithi kuni, yoyikani+ yena Lowo.
28 Kwaye ningaboyiki+ abo babulala umzimba kodwa bengenako ukubulala umphefumlo; kodwa kunoko yoyikani lowo+ unako ukutshabalalisa kokubini umphefumlo nomzimba eGehena.+
40 Ngabo abaqwenga izindlu+ zabahlolokazi baze ngokunyhwalaza benze imithandazo emide; baya kufumana umgwebo oqatha ngakumbi.”+
5 Kodwa ndiza kunibonisa lowo wokoyikwa: Yoyikani+ lowo uthi emva kokubulala abe negunya lokuphosa eGehena.+ Ewe, ndithi kuni, yoyikani+ yena Lowo.