1 Kumkani 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 nam ndiza kumnqumla uSirayeli phezu komhlaba endimnike wona;+ nendlu endiyingcwalisele igama lam ndiya kuyilahla phambi kwam,+ yaye uSirayeli uya kuba ngumzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke. Yeremiya 12:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Ndiyishiyile indlu yam;+ ndililahlile ilifa lam;+ intanda yomphefumlo wam ndiyinikele entendeni yeentshaba zayo.+ Yeremiya 22:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “‘Kodwa ukuba nithe anawathobela la mazwi, ndiyazifunga,’+ utsho uYehova, ‘le ndlu iya kuba yindawo nje ephanzileyo.’+ Mateyu 21:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Kungenxa yoku le nto ndisithi kuni, Ubukumkani bukaThixo buya kuthatyathwa kuni buze bunikwe uhlanga oluvelisa iziqhamo zabo.+ Luka 19:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 esithi: “Akwaba wena, wena kanye, ubuziqondile+ ngale mini izinto ezinento yokwenza noxolo—kodwa ngoku zifihliwe emehlweni akho.+
7 nam ndiza kumnqumla uSirayeli phezu komhlaba endimnike wona;+ nendlu endiyingcwalisele igama lam ndiya kuyilahla phambi kwam,+ yaye uSirayeli uya kuba ngumzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke.
7 “Ndiyishiyile indlu yam;+ ndililahlile ilifa lam;+ intanda yomphefumlo wam ndiyinikele entendeni yeentshaba zayo.+
5 “‘Kodwa ukuba nithe anawathobela la mazwi, ndiyazifunga,’+ utsho uYehova, ‘le ndlu iya kuba yindawo nje ephanzileyo.’+
43 Kungenxa yoku le nto ndisithi kuni, Ubukumkani bukaThixo buya kuthatyathwa kuni buze bunikwe uhlanga oluvelisa iziqhamo zabo.+
42 esithi: “Akwaba wena, wena kanye, ubuziqondile+ ngale mini izinto ezinento yokwenza noxolo—kodwa ngoku zifihliwe emehlweni akho.+