Mateyu 10:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngokubhekele phaya, umzalwana+ uya kunikela umzalwana ekufeni, noyise umntwana wakhe, nabantwana baya kuvukela abazali kwaye baya kubabulalisa.+
21 Ngokubhekele phaya, umzalwana+ uya kunikela umzalwana ekufeni, noyise umntwana wakhe, nabantwana baya kuvukela abazali kwaye baya kubabulalisa.+