Yoweli 2:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ilanga liya kujikwa libe bubumnyama,+ nenyanga ibe ligazi,+ ngaphambi kokufika kwemini kaYehova enkulu nebangela uloyiko.+
31 Ilanga liya kujikwa libe bubumnyama,+ nenyanga ibe ligazi,+ ngaphambi kokufika kwemini kaYehova enkulu nebangela uloyiko.+