Zekariya 12:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngokuqinisekileyo ilizwe liya kwenza isijwili,+ intsapho nganye iyodwa; intsapho yendlu kaDavide iyodwa, nabafazi babo bebodwa;+ intsapho yendlu kaNatan+ iyodwa, nabafazi babo bebodwa; ISityhilelo 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Khangela! Uza ngamafu,+ yaye onke amehlo aya kumbona,+ nabo bamhlabayo;+ zize zonke izizwe zomhlaba zizimbambazele zisentlungwini ngenxa yakhe.+ Ewe, Amen.
12 Ngokuqinisekileyo ilizwe liya kwenza isijwili,+ intsapho nganye iyodwa; intsapho yendlu kaDavide iyodwa, nabafazi babo bebodwa;+ intsapho yendlu kaNatan+ iyodwa, nabafazi babo bebodwa;
7 Khangela! Uza ngamafu,+ yaye onke amehlo aya kumbona,+ nabo bamhlabayo;+ zize zonke izizwe zomhlaba zizimbambazele zisentlungwini ngenxa yakhe.+ Ewe, Amen.