Daniyeli 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wanikwa ulawulo+ nesidima+ nobukumkani,+ ukuze zonke izizwana neentlanga neelwimi zimkhonze.+ Ulawulo lwakhe lulawulo oluhlala ngokungenammiselo olungayi kudlula, nobukumkani bakhe bobungayi konakaliswa.+ Mateyu 26:64 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 64 UYesu wathi+ kuye: “Nawe utsho.+ Kodwa ndithi kuni, Ukususela ngoku+ niya kumbona uNyana womntu+ ehleli ngakwisandla sasekunene+ samandla, esiza ngamafu ezulu.”+ Marko 13:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Baya kwandula ke bambone uNyana womntu+ esiza emafini enamandla nobuqaqawuli obukhulu.+
14 Wanikwa ulawulo+ nesidima+ nobukumkani,+ ukuze zonke izizwana neentlanga neelwimi zimkhonze.+ Ulawulo lwakhe lulawulo oluhlala ngokungenammiselo olungayi kudlula, nobukumkani bakhe bobungayi konakaliswa.+
64 UYesu wathi+ kuye: “Nawe utsho.+ Kodwa ndithi kuni, Ukususela ngoku+ niya kumbona uNyana womntu+ ehleli ngakwisandla sasekunene+ samandla, esiza ngamafu ezulu.”+