IZenzo 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wathi kubo: “Asikokwenu ukwazi amaxesha okanye amathuba+ uBawo awabeke ngegunya lakhe;+ 1 Tesalonika 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ke kaloku, bazalwana, akukho mfuneko yakuba ndinibhalele mayela namaxesha namathuba.+