IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 91:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuba iingelosi zakhe uya kuzinika umyalelo ngawe,+

      Ukuba zikulinde ezindleleni zakho zonke.+

  • INdumiso 91:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ziya kukuthwala ngezandla zazo,+

      Ukuze ungabetheki ngonyawo lwakho kulo naliphi na ilitye.+

  • Luka 4:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Uya kuzinika umyalelo iingelosi zakhe, ukuba zikugcine,’+

  • Luka 4:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 nokuthi, ‘Ziya kukuthwala ngezandla zazo, ukuze ungabetheki nanini na ngonyawo lwakho elityeni.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share