Mateyu 10:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 uSimon umKananayi,+ noYudas Skariyoti, owathi kamva wamngcatsha.+ Luka 22:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kodwa uSathana wangena kuYudas, lowo wayebizwa ngokuba nguSkariyoti, owayebalelwa phakathi kwabalishumi elinesibini;+ Yohane 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko, ngoxa kwakuqhubeka isidlo sangokuhlwa, sele uMtyholi ekufakile entliziyweni kaYudas Skariyoti,+ unyana kaSimon, ukuba amngcatshe,+
3 Kodwa uSathana wangena kuYudas, lowo wayebizwa ngokuba nguSkariyoti, owayebalelwa phakathi kwabalishumi elinesibini;+
2 Ngoko, ngoxa kwakuqhubeka isidlo sangokuhlwa, sele uMtyholi ekufakile entliziyweni kaYudas Skariyoti,+ unyana kaSimon, ukuba amngcatshe,+