Marko 14:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Enyanisweni, uNyana womntu uyemka, kanye njengokuba kubhaliwe ngaye, kodwa yeha loo mntu angcatshwa ngaye uNyana womntu! Ngekumlungele loo mntu ukuba wayengazange azalwe.”+ Yohane 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Xa bendinabo bendifudula ndibalinda+ ngenxa yegama lakho ondinike lona; yaye ndiye ndabagcina, akwatshabalala+ namnye kubo ngaphandle konyana wentshabalalo,+ ukuze isibhalo sizaliseke.+
21 Enyanisweni, uNyana womntu uyemka, kanye njengokuba kubhaliwe ngaye, kodwa yeha loo mntu angcatshwa ngaye uNyana womntu! Ngekumlungele loo mntu ukuba wayengazange azalwe.”+
12 Xa bendinabo bendifudula ndibalinda+ ngenxa yegama lakho ondinike lona; yaye ndiye ndabagcina, akwatshabalala+ namnye kubo ngaphandle konyana wentshabalalo,+ ukuze isibhalo sizaliseke.+