Zekariya 13:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Krelendini, vuka nxamnye nomalusi wam,+ nxamnye nendoda eyomeleleyo esisinxulumani sam,”+ utsho uYehova wemikhosi. “Xabela umalusi,+ uze uchithachitheke umhlambi;+ yaye ngokuqinisekileyo isandla sam ndiya kusibuyisela kwezo zingabalulekanga.”+ Marko 14:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwaye uYesu wathi kubo: “Niya kukhubeka nonke, ngenxa yokuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Ndiza kubetha umalusi,+ yaye izimvu ziya kuchithachithwa.’+ Yohane 16:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Khangelani! Liyeza ilixa, eneneni, lifikile, xa niya kuchithachithwa ngamnye aye endlwini yakhe+ yaye niya kundishiya ndedwa; ukanti andindedwa, ngenxa yokuba uBawo unam.+
7 “Krelendini, vuka nxamnye nomalusi wam,+ nxamnye nendoda eyomeleleyo esisinxulumani sam,”+ utsho uYehova wemikhosi. “Xabela umalusi,+ uze uchithachitheke umhlambi;+ yaye ngokuqinisekileyo isandla sam ndiya kusibuyisela kwezo zingabalulekanga.”+
27 Kwaye uYesu wathi kubo: “Niya kukhubeka nonke, ngenxa yokuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Ndiza kubetha umalusi,+ yaye izimvu ziya kuchithachithwa.’+
32 Khangelani! Liyeza ilixa, eneneni, lifikile, xa niya kuchithachithwa ngamnye aye endlwini yakhe+ yaye niya kundishiya ndedwa; ukanti andindedwa, ngenxa yokuba uBawo unam.+