2 Samuweli 20:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waza uYowabhi wathi kuAmasa: “Kusekuhle na kuwe, mzalwana wam?”+ Wandula ke uYowabhi wambamba uAmasa ngeendevu ngesandla sokunene khon’ ukuze amange.+ IMizekeliso 27:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Amanxeba othandayo athembekile,+ kodwa ukwanga kothiyayo zizinto zokubongozwa.+
9 Waza uYowabhi wathi kuAmasa: “Kusekuhle na kuwe, mzalwana wam?”+ Wandula ke uYowabhi wambamba uAmasa ngeendevu ngesandla sokunene khon’ ukuze amange.+