Isaya 8:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Uya kukhangela nasemhlabeni, abone ukubandezeleka nobumnyama,+ ukusithakala, amaxesha obunzima nesithokothoko kungekho kuqaqamba.+ Isaya 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Abantu ababehamba ebumnyameni babone ukukhanya okukhulu.+ Ke bona abo bahlala elizweni elinethunzi elimnyama,+ ukukhanya kuye kwakhanyisa phezu kwabo.+
22 Uya kukhangela nasemhlabeni, abone ukubandezeleka nobumnyama,+ ukusithakala, amaxesha obunzima nesithokothoko kungekho kuqaqamba.+
2 Abantu ababehamba ebumnyameni babone ukukhanya okukhulu.+ Ke bona abo bahlala elizweni elinethunzi elimnyama,+ ukukhanya kuye kwakhanyisa phezu kwabo.+